Pastor The DJ

Pastor The DJ DJ & MC Bookings:

O73 741 4160 (No Calls, WhatsApp Only)

[email protected]

Interviews &

20/06/2025

Mhlobo! Ixesha olithandayo ligalelekile kwakhona!
Impolo Yabahlobo iyabuya ngomhla wesithandathu kuSeptember 2025, eMonti!
Olu lusuku lokuba iintsapho zonwabele umculo ngelixa nabo abantwana besonwatyiswa ngeendlela ezohlukeneyo. Abasasazi obathandayo boMhlobo Wenene FM kwakunye noosaziwayo baza kube belapho! Idinga linge-6 kaSeptember eMonti. Iinkcukacha ezithe vetshe ziza kulandela!

Address

Port Elizabeth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Pastor The DJ posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Pastor The DJ:

Share

Category